Genesis 18:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Abrahame, wati: Bona ke, sendiqalile ukuteta enkosini, ndilutuli notutu nje kodwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uAbraham, wathi, Khawubone, sendide ndathetha eNkosini, ndiluthuli nothuthu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uAbraham, wathi, Yabona, ndigqibe kwelokuba ndithethe kuYehova, eluthuli nothuthu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe kwakhona uAbraham: “Ndinyamezele, Mhlekazi, ndiyintw' engento, andifanele nakuthetha oku nawe.