Genesis 18:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya walekela ukuteta kuyo, wati: Kungaba kwofunyanwa kona amashumi mane. Yati: Andiyi kukwenza nangenxa yamashumi mane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphinda kanjalo wathetha kuye, wathi, Hi ke, kwafunyanwa khona amashumi omane? Yathi, Andiyi kukwenza ngenxa yamashumi omane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wathetha kuye, esithi, Hleze kufunyanwa amashumi omané. Wathi, Andiyi kuyenza loo nto ngenxa yamashumi omane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubuye wathi uAbraham: “Ukuba ngamashumi mane nje kuphela?” Uthe uNdikhoyo: “Sosinda nokuba kunjalo.”