Genesis 19:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Bona ke, ndikubukile nangalento, yokuba andiyi kucita esosixeko utetile ngaso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Yabona, ndikunonelele nangale nto, ukuba ndingawubhukuqi lo mzi uthethe ngawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Yabona, mna ndikholisile nam ngale ndawo, ukuba ndingawutshabalalisa lo mzi uthethe ngawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sithe isithunywa: “Kulungile ke. Andiyi kuba sayitshabalalisa loo dolophana uthetha ngayo.