Genesis 19:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wacita ezozixeko kanjalo, nalo lonke itafa, nabo bonke abemi bezixeko ezo, nokuhluma kwomhlaba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wayibhukuqa loo mizi, nawo wonke loo mmandla, nabo, bonke abemi baloo mizi, nesihlumo somhlaba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazisingela phantsi ezo zixeko, nelizwe lonke, nabo bonke abemi bezo zixeko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wazibhubhisa kunye naloo ntili yonke, kunye nabo bonke abantu ababelapho, nento yonke ehlumayo.