Genesis 19:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayebeka ngase‐Sodome ne‐Gomora, nangakulo lonke ilizwe lasetafeni, wakangela, kekaloku bona ke, kwenyuka umsi welizwe njengomsi wesidlangalala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wondela eSodom neGomora, nakulo lonke ilizwe laloo mmandla. Wakhangela; nango unyuka umsi welo zwe, njengomsi weziko lemfutho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wondela eSodom naseGomora, nakulo lonke ilizwe eliyintlango, wawubona unyuka umsi welo zwe, njengomsi weziko lemfutho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhangela ezantsi eSodom naseGomora nakuloo ntili, wabona kukho ukuqhuma okungathi ngumsi ophuma eziko.