Genesis 19:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yiza, size simseze ubawo iveyine, silale naye, ukuba silondoloze inzalo ngobawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yiza, simseze ubawo iwayini, silale naye, sigcine imbewu ngobawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yiza, simsele ubawo iwayini, sinamathele kuye, sibakhusele oonyana bakabawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiza simseze anxile, khon' ukuze simambathe, sifumane abantwana bakhe.”