Genesis 19:37 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yada eyamazibulo yazala unyana, yambiza ngegama elingu‐Mowabi: nguye lo uyise wama‐Mowabi kude kwanamhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Eyamazibulo yazala unyana, yambiza ngegama elinguMowabhi;yena nguyise wamaMowabhi unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Enkulu yazala unyana, yathi igama lakhe nguMowabhi; yena nguyise wamaMowabhi unanamhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intombi enkulu yazala inkwenkwe, eyathi igama layo nguMowabhi. Nguye lo ungukhokho wamaMowabhi.