Genesis 19:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nencinane, yazala unyana nayo, yambiza ngegama elingu‐Bene‐hami: nguye lo uyise walo usapo luka‐Hamoni kude kwanamhla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nencinane yazala unyana, yambiza ngegama elinguBhenami;yena nguyise wonyana baka-Amon unanamhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Naye omncinane wazala unyana, wathi igama lakhe nguBhenami; yena nguyise wonyana baka-Amon unanamhla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Intombi encinci yazala inkwenkwe nayo, yathi igama layo nguBhenami. Yena ngukhokho wama-Amon.