Genesis 19:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza babiza ku‐Lote, bati kuye: Apina lawomadoda abengena kuwe ngobubusuku? waku̔pele kuti, ukuze siwazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bambiza uLote, bathi kuye, Aphi na amadoda angene kuwe ngobu busuku? Wakhuphele kuthi, siwazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bambiza uLote, bathi kuye, Aphi na laa madoda angene kuwe ngobu busuku? Uzityhile kuthi, ukuze sizazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakhwaza bebuza kuLothe ukuba aye phi na laa madoda ayeze kulala kwakhe ngobo busuku. Batsho besithi makawakhuphe, kuba babefuna ukulala nawo.