Genesis 19:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wapuma u‐Lote waya kubo emnyango, wavala ucango emva kwake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma uLote waya kubo emnyango, waluvala ucango emva kwakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma uLote, waya kuwukhangela umnyango, waluvala ucango emva kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma endlwini uLothe, waluvala ucango ukuphuma kwakhe.