Genesis 2:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza uyehova utixo watabata umntu, wambeka emyezweni wase‐Hedeni, ukuze alime wona, awugcine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uThixo wamthabatha umntu, wambeka emyezweni we-Eden, ukuba awusebenze, awugcine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uThixo wamthabatha umntu, wambeka emyezweni we-Eden, ukuba awutyale, awugcine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umntu wabekwa nguNdikhoyo uThixo emyezweni waseIdeni ukuze awulime, awulondoloze.