Genesis 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti uyehova utixo: Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi olungelelene naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa, ndiya kumenzela umncedi onguwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova uThixo, Akulungile ukuba umntu abe yedwa; ndiya kumenzela umncedi olingana naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke uNdikhoyo uThixo emva koko: “Akukuhle ukuba le ndoda ihlale ililolo. Kuhle ndiyenzele umlingane onokuncedisana nayo.”