Genesis 2:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Adame wazitiya amagama zonke inkomo, nentaka zezulu, nazo zonke izilo zasendle; kodwa u‐Adame, akwamfunyanelwa mncedi olungelelene naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazithiya amagama uAdam zonke izinto ezizitho zine, neentaka zasezulwini, nazo zonke izinto eziphilileyo zasendle;ke uAdam akafunyanelwanga mncedi unguwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazithiya amagama uAdam zonke izinto ezizitho zine, neentaka zonke zezulu, nazo zonke izinto eziphilileyo zomhlaba; ke kuAdam akufunyanwanga mncedi ulingana naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yazithiya amagama zonke iintaka neenyamakazi loo ndoda, kodwa akubangakho nanye kuzo eyafanela ukuba ngumlingane wayo.