Genesis 2:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Adame: Lo kaloku ulitambo ematanjeni am, nenyama enyameni yam; kukona aya kubizwa ngokuti ngumfazi, ngokuba ebetatyatwa endodeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; lo yena ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAdam, Eli ke ngoku lithambo lasemathanjeni am, yinyama yasenyameni yam; ukubizwa kothiwa ngumfazi, ngokuba ethatyathwe endodeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe ke indoda: “Nanku ke oyena-yena! Lithambo lamathambo am, nenyama yeenyama zam. Kuya kuthiwa ngumfazi, kuba uthathwe kumfo.”