Genesis 2:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye uyehova utixo watyala umyezo e‐Hedeni, ngasempumalanga: wambeka kona umntu abemdalile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uThixo watyala umyezo e-Eden ngasempumalanga;wambeka khona umntu abembumbile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uThixo watyala umyezo ngasempuma ye-Eden; wahlala apho umntu wamdalayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uNdikhoyo uThixo wenza umyezo eIdeni empumalanga, wambeka apho loo mntu wayemenzile.