Genesis 20:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Walekela u‐Abimeleki ukuti ku‐Abrahame: Ububona nto nina, ukuba wayenza lento?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhimeleki kuAbraham, Ubone ntoni na, ukuba uyenze le nto?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhimeleki kuAbraham, Ubonile na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bekutheni ukuze wenze into enje?”