Genesis 20:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Abrahame: Bekungokuba bendisiti: Okunene akuko ukwoyikwa kukatixo kulendawo; sebeya kundibulala ngenxa yomfazi wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbraham, Ndithe, akukho kanye ukoyika uThixo kule ndawo; baya kundibulala ngenxa yomkam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbraham, Kungokuba ndithe, Akukho koyika Thixo kule ndawo; zondibulala ngenxa yomkam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe uAbraham: “Ndibe akukho mntu umoyikayo kweli lizwe uThixo, ndaba ke ndingábulawa apha ngenxa yomkam.