Genesis 20:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti unguye nodade wam ngenyaniso; uyintombi kabawo, kodwa akayiyo intombi kama̔; wada waba ngumfazi wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okwenene ngudade wethu; yintombi kabawo, kodwa akantombi kama, waba ngumkam ke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kunjalo nje, ngudade wethu; yintombi kabawo, akantombi kama; waba ngumfazi wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Únguye udade wethu ngenene. Singabantwana bendoda enye, nakuba sahlukile ngoomama. Ngumkam noko kunjalo.