Genesis 20:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, okuya utixo wandibangazisayo endlwini kabawo, kendati kuye: Obu bubububele uya kundenzela bona: kuzo zonke indawo esiya kufika kona, uti ngam: Ngumkuluwe wam yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, uThixo akundiphambukisa, andikhuphe endlwini kabawo, ndathi kuye, Nantsi inceba owondenzela yona: ezindaweni zonke esofika kuzo, uze uthi ngam, Ngumnakwethu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko uThixo wandikhuphayo endlwini kabawo, ndathi kuye, Yinceba yakho, ukuba undenzele inceba; kuzo zonke iindawo esifika kuzo uthi kum, Ndingumzalwana wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe akundindulula kwilizwe loobawo uThixo, ndathi kumkam uya kubonakala ukuba uyandithanda ngokuthi ebantwini ungudade wethu.”