Genesis 20:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Abimeleki watabata izimvu, nenkabi, nezicaka, nezicakakazi, wazinika ku‐Abrahame, wambuyisela kuye no‐Sara umfazi wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhimeleki wathabatha impahla emfutshane, neenkomo, nabakhonzi, nabakhonzazana, wanika uAbraham; wambuyisela uSara umkakhe kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbhimeleki wathabatha impahla emfutshane, neenkomo, nabakhonzi, nabakhonzazana, wanika uAbraham, wambuyisela kuye uSara umkakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbhimeleki wambuyisela kuAbraham uSara, wabuya wamnqoma ngeegusha neenkomo, wamnika nezicaka.