Genesis 20:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Abimeleki: Nangu umhlaba wam usebusweni bako; hlala apo kulungile emehlweni ako ukuba uhlale kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhimeleki, Nali ilizwe lam, liphambi kwakho; hlala apho kulungileyo emehlweni akho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhimeleki, Yabona, ilizwe lam liphambi kwakho; hlala apho uthanda khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuAbraham: “Ngumhlaba wam lo; ungema apho uthanda khona.”