Genesis 20:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati nakuye u‐Sara: Bona ke, ndimnikile umkuluwe wako iwaka leshekele zesilivere; bona ke, usisigubungelo samehlo kuwe, kubo bonke abakunye nawe, nakunye nabanye bonke: bekunjalo ukwohlwaywa kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuSara, Yabona, umnakwenu ndimnike iwaka lesilivere;yabona, sisigqubuthelo samehlo kuwe, ngokusingisele kubo bonke aba nawe; naphakathi kwabo bonke ugwetyelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuSara, Uyabona, udade wenu ndimnike iwaka lesilivere; yabona, isigqubuthelo esikuwe, nakubo bonke aba nawe, nakubo bonke abanye; ngoko wakhalinyelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ubuye wathi kuSara: “Umntakwenu ndiza kumnika iwaka leesiliva, ukuze wonke ubani azi ukuba akunatyala.”