Genesis 20:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abrahame watandaza kutixo; waye utixo wapilisa u‐Abimeleki, nomfazi wake, nezicakakazi zake; bada bazala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathandaza uAbraham kuThixo; uThixo wamphilisa uAbhimeleki, nomkakhe, nabakhonzazana bakhe, bazala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathandaza uAbraham kuThixo; uThixo wamphilisa uAbhimeleki, nomkakhe, nabakhonzazana bakhe; bazala abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yale nto yehlela uSara, uThixo wabavala bonke abafazi bakomkhulu, ababi nanzala. UAbraham ke wathandazela uAbhimeleki kuThixo, waza wamphilisa uThixo. Kwaphila nomkakhe kunye nezicakazana zakhe, bonke bakhululeka.