Genesis 20:18 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba uyehova ebegqibele ukuzivingca zonke izizalo zabendlu ka‐Abimeleki, ngenxa ka‐Sara umfazi ka‐Abrahame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uYehova ubezivingcile kanye, zonke izizalo endlwini ka-Abhimeleki, ngenxa kaSara, umka-Abraham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba uYehova wabazala bonke abantwana bendlu ka-Abhimeleki ngenxa kaSara, umka-Abraham.