Genesis 20:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabetshilo u‐Abrahame ngaye u‐Sara umfazi wake ukuti: Ngudade wam yena; ngako watuma u‐Abimeleki, ukumkani we‐Gerari, wamsusa u‐Sara.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbraham ngoSara umkakhe, Ngudade wethu. UAbhimeleki ukumkani waseGerare wathuma, wamthabatha uSara.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbraham kuSara umkakhe, Ngudade wethu; uAbhimeleki ukumkani waseGerare wathumela ukuba kuthatyathwe uSara.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wafika wathi apho uSara ngudade wabo. Ukumkani walapho, uAbhimeleki, wathi uSara makasiwe komkhulu.