Genesis 20:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanti weza utixo ku‐Abimeleki ngepupa ebusuku, wati kuye: Bona ke, ungofileyo ngenxa yalomfazi umsusileyo, ngokuba yena selendile endodeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Weza uThixo kuAbhimeleki ngephupha ebusuku, wathi kuye, Uyabona, ufile ngenxa yomfazi omthabathileyo; ngumkamntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza uThixo kuAbhimeleki ngephupha ebusuku, wathi kuye, Uyabona, ufile ngenxa yomfazi omthabathileyo; ngokuba ngumkamntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uThixo wavela kuAbhimeleki ephupheni, wathi: “Abhimeleki, usisisulu sokufa, ngenxa yokuba lo mfazi umthathileyo ngumka-mtu.”