Genesis 20:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akatshongo na ukuti kum: Ngudade wam? naye, wabe kwa yena esiti: Ngumkuluwe wam: kungolungelelwano lwentliziyo yam nangobumsulwa bezandla zam endikwenzile oku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akatshongo na yena kum ukuthi, Ngudade wethu, naye ngokwakhe wathi, Ngumnakwethu? Le nto ndiyenze ngentliziyo yam igqibelele, nangezandla zam zimsulwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akatshongo na yena kum ukuthi, Ngudade wethu? Wathi, Ngudade wethu; Le nto ndiyenze ngentliziyo yam yonke, nangobumsulwa bezandla zam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Andibi kanene yilaa ndoda ngokwayo ethe kum ngudade wayo lo, waza naye wathi ingumnakwabo? Le nto ndiyenze ndingenasazela, yaye andonanga bani.”