Genesis 21:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa lendawo ibimbi kakulu emehlweni ka‐Abrahame, ngenxa yonyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lalibi kunene elo zwi emehlweni ka-Abraham ngenxa yonyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaba mbi kakhulu loo mcimbi emehlweni ka-Abraham ngenxa yonyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le nto yamkhathaza gqitha uAbraham, kuba noIshmayeli lowo wayengumntwana wakhe.