Genesis 21:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa naye unyana wekobokakazi ndiya kumenza isizwe, ngokokuba eyinzalo yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo unyana womkhonzazana ndiya kumenza uhlanga, ngokuba eyimbewu yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiza kumenza uhlanga ngonyana wekhobokazana, ngenxa yokuba eyimbewu yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, nonyana wesicakazana lo uya kuzala isizwe esikhulu, kuba kaloku naye ngumntwana wakho ncam.”