Genesis 21:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula utixo wavula amehlo ake, wada wabona iqula lamanzi; waza waya wazalisa intsuba ngamanzi, wamseza umfana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo wawavula amehlo akhe, wabona iqula lamanzi; waya wayizalisa intsuba ngamanzi, wayiseza inkwenkwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo wawavula amehlo akhe, wabona iqula lamanzi; Waya kuzalisa ingqayi ngamanzi, wayiseza inkwenkwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wawavula amehlo kaHagare, nako kubonakala umthombo. Waya kuzalisa loo ntsuba, waseza nomntwana wakhe.