Genesis 21:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wamita u‐Sara, wamzalela u‐Abrahame unyana ebudaleni bake, ngelimisiweyo ixesha abetetile ngalo kuye utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamitha ke uSara, wamzalela uAbraham unyana ekwaluphaleni kwakhe, ngexesha elimisiweyo abelithethile uThixo kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamitha ke uSara waza wamzalela uAbraham unyana ebudaleni bakhe, ngexesha elimisiweyo uThixo awayethethe ngalo kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USara wakhulelwa, waza wazala umntwana oyinkwenkwe, sele aluphele uAbraham. Wamzala kanye ngelaa xesha wayelixelile uThixo.