Genesis 21:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye utixo ebenaye umfana, owakulayo, wahlala entlango, waba ngumtoli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo waba nenkwenkwe leyo; yakhula, yahlala entlango, yaba yintoli yakukhula, yahlala entlango yaseParan;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo waba nenkwenkwe; wakhula, wahlala entlango, waba ngumtoli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo wamgcina loo mntwana, wakhula ehlala kuloo ntlango yaseParan. Waba yincutshe yomzingeli. Unina wamthathela intombi engumJiputakazi.