Genesis 21:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uze uti kaloku undifungele utixo apa, okokuba akuyi kundixokisa mna, kwa nonyana wam, nesalamane sam: njengobubele endenze ngabo kuwe, uya kwenza kwa ngabo kum, nakulo ilizwe upambukele kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ndifungele uThixo apha, ukuba akuyi kundixokisa mna, noonyana bam, nenzalo yam; wothi ngokwenceba endiyenzileyo kuwe, wenze kum, nakwilizwe ophambukele kulo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ndifungele uThixo apha, ukuba akuyi kundenza ngobumenemene mna, nonyana wam, nonyana wam; kodwa ngokwenceba endikubonise yona, uze wenze kum nakwilizwe owaphambukela kulo njengomphambukeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke khawufunge ngoku apha phambi koThixo ukuba akusokuze undixokise mna nabantwana bam kunye nabazukulwana bam. Mna ndinyanisekile kuwe, nawe ke ndithembise ukuba uya kunyaniseka kum nakubemi beli lizwe uhlala kulo.”