Genesis 21:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Abimeleki: Bendingazi ungubanina owenzileyo lento: kanjako nawe akundixelelanga; andiyivanga nam kanjalo, kupela namhla nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbhimeleki, Bendingazi ukuba yenziwe ngubani na le nto; nawe ube ungandixelelanga; nam bendingayivanga, ndiyiva namhla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbhimeleki, Bendingazi ukuba yenziwe ngubani na loo nto;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi uAbhimeleki: “Bendingazi ukuba ukho owenze loo nto; nawe ngokwakho akuzange wandixelela nokundixelela. Ndiyaqala namhlanje ukuyiva into enjalo.”