Genesis 21:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Abrahame wabiza igama lonyana wake obemzalelwe, lowo u‐Sara wamzalela yena, ngo‐Yisake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham wamthiya loo nyana wakho abemzalelwe, awamzalayo uSara, igama elinguIsake.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham wamthiya igama unyana wonyana wakhe lowo wamzalelayo, awamzalela yena uSara, igama elinguIsake.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wamthiya igama loo mntwana uAbraham, wathi nguIsake.