Genesis 21:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako oko kwabizwa londawo ngokuti yi‐Beresheba; ngokuba kulapo bebefunga bobabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko kwathiwa loo ndawo yiBher-shebha; ngokuba kulapho bafungayo bobabini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko wathi loo ndawo yiBher-shebha; kuba kulapho bafunga khona bobabini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yaba ke loo ndawo kuthiwa yiBheshebha ukubizwa kwayo, kuba kaloku kulapho loo madoda avumelana khona efunga.