Genesis 21:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Abrahame watyala umti wetamariske e‐Beresheba, wabiza kona egameni likayehova, utixo ongunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham watyala umtamariske eBher-shebha, walinqula khona igama likaYehova uThixo ongunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham watyala umthi apho, waza wathandaza kuNdikhoyo uThixo ongunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham watyala umthi apho eBheshebha. Apho ke wamnqula *uNdikhoyo uThixo uSonini-nanini.