Genesis 21:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabe u‐Abrahame eyiminyaka ilikulu ubudala bake, akuzalelwa u‐Yisake unyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham ube eminyaka ilikhulu, ukuzalelwa kwakhe uIsake unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham ubeminyaka ilikhulu ezelwe, ukuzalwa kukaIsake unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wayeselenekhulu leminyaka ukuzalwa kukaIsake.