Genesis 21:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Sara: Utixo undenzele ukuhleka; bonke abevayo bohleka nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSara, Undihlekisile uThixo; bonke abakuvayo oku baya kuhleka nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSara, Undihlekisile uThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wada wathi uSara: “UThixo undenze ndakwazi ukuhleka, yaye wonke ubani oyivayo le nto wohleka kunye nam.”