Genesis 21:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya wati: Ngubanina obeya kutsho ku‐Abrahame ukuti: u‐Sara wanyisile abantwana? ngokuba ndizele unyana ebudaleni bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi, Ngubani na obengatsholo kuAbraham ukuthi, uSara wanyisa abantwana? Ngokuba ndimzalele unyana ekwaluphaleni kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ngubani na obengamxelela uAbraham, ukuba uSara wanyisa abantwana? ngokuba ndimzalele unyana ekwaluphaleni kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uqokele wathi: “Ibingubani kakade obenokuthi kuAbraham ndiza kuba ngumdlezana owanyisayo? Naku ke kodwa ndizele umntwana wakhe, eyinkothovu yexhego enjalo!”