Genesis 21:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wakula umntwana, walunyulwa; waza u‐Abrahame wenza umtendeleko omkulu emhleni abelunyulwa ngawo u‐Yisake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhula umntwana, walunyulwa; uAbraham wenza isidlo esikhulu mhlana walunyulwayo uIsake.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhula umntwana, walunyulwa, waza uAbraham wenza itheko elikhulu mhla alunyulwayo uIsake.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lwakhula usana lwada lwalunyulwa. Wenza elikhulu lona itheko uAbraham ukulunyulwa kwaloo mntwana.