Genesis 21:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Sara wambona unyana ka‐Hagare um‐Jipetekazi, lowo wamzalela u‐Abrahame, ehleka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USara wambona unyana kaHagare umYiputazana, awamzalela uAbraham, ehlekisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSara wabona ukuba unyana kaHagare umYiputazana, awamzalela uAbraham, ehlekisa ngaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaminazana ithile uSara wabona umntakaHagare umJiputakazi, lowa uHagare wamfumana kuAbraham, edlala ngoIsake.