Genesis 22:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Abrahame wabiza igama lalondawo ngokuti: Uyehova uya kubona! njengokuba kusitwa nanamhla: Entabeni kayehova kuya kubonwa!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbraham wathi igama laloo ndawo linguYehova ozibonelayo ekuthiwa nanamhla, Entabeni abonakala kuyo uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uAbraham wayibiza loo ndawo ngokuthi, NguYehova Jire; njengoko kuthiweyo, Makube njalo entabeni kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wathi loo ndawo yiYawe-yire. Unangoku kusathiwa xa kuthethwayo: “UNdikhoyo uyabonelela endulini yakhe.”