Genesis 22:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
yati: Ndizifungile, utsho uyehova, ngokokuba uyenzile lento, nokuba ungabambanga unyana wako, ukupela kwonyana wako;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndizifungile, utsho uYehova, ngenxa enokuba uyenzile le nto, akwanqaba nonyana wakho, emnye kuwe:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndizifungile, utsho uYehova, ngenxa enokuba uyenzile le nto, akwakhanyela unyana wakho okuphela kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uthi uNdikhoyo: ‘Mna ngokwam ndiyafunga; ndithi ngenxa yale nto uyenzileyo, akwala ukuncama intandane ekuphela kwayo,