Genesis 22:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Abrahame wabuyela kumadodana ake; asuka ke, kwaza kwayiwa kunye e‐Beresheba; waye u‐Abrahame wahlala e‐Beresheba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuyela uAbraham kumadodana akhe, besuka baya bendawonye eBher-shebha, wahlala uAbraham eBher-shebha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuyela uAbraham kumadodana akhe, bemka baya kunye eBher-shebha; yaye uAbraham wahlala eBher-shebha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wabuyela kwizicaka zakhe, bonke baphindela eBheshebha apho waba ngummi khona.