Genesis 22:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(wati u‐Betuweli wazala u‐Rebeka:) aba basibozo u‐Mileka wabazala ku‐Nahore, umkuluwe ka‐Abrahame.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
(uBhetuweli ke wazala uRebheka); abo bosibhozo uMilka wamzalela uNahore, umninawa ka-Abraham.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhetuweli wazala uRebheka; Oonyana ababini ababenamazinyo asithoba uMilka wazala uNakore, umntakwabo Abraham.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhetuweli wazala intombi uRabheka. Aba bantwana basibhozo bazalwa nguMilika umka-Nahore umninawa ka-Abraham.