Genesis 22:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Abrahame kumadodana ake: Hlalani nina apa neqwaṙashe; mna kodwa nomfana siya kuhambela paya, sibedeshe, sibuye size kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbraham kumadodana akhe, Hlalani nina apha ne-esile;mna nomfana lo soya phaya, sinqule, sibuye size kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbraham kumadodana, Hlalani nina apha ne-esile; siye kunqula khona mna nomfana, sibuyele kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuloo madoda wayehamba nawo: “Salani apha nina nale donki, mna nale nkwenkwe siza kuya phaya. Sakuthi sakugqiba ukunqula, sibuye.”