Genesis 22:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Abrahame etabata inkuni zedini lokutshiswa wazibeka pezu kwo‐Yisake unyana wake; watabata esandleni sake umlilo nesitshetshe; baza bahamba bobabini kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazithabatha uAbraham iinkuni zedini elinyukayo, wazibeka phezu koIsake unyana wakhe, waphatha umlilo ngesandla, nesitshetshe, bahamba bobabini ndawonye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazithabatha uAbraham iinkuni zedini elinyukayo, wazisa kuIsake unyana wakhe; waphatha umlilo nemela esandleni sakhe; bahamba bobabini kunye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAbraham wamthwalisa emagxeni uIsake ezo nkuni, yena waphatha amalahle nemela. Benjenjeya bobabini.