Genesis 22:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Abrahame: Utixo wozibonela itakane lokwenza idini lokutshiswa, nyana wam! Baza bahamba bobabini kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uAbraham, UThixo wozibonela imvu yedini elinyukayo, nyana wam. Bahamba bobabini ndawonye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uAbraham, uThixo wozinyulela ixhwane elitshiswayo, nyana wam; bahamba bobabini kunye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ukuphendula uAbraham: “Iya kubonwa nguThixo loo nto, mfo wam.” Batsho bahamba besiya kuloo ndawo yayalathwe nguThixo. Bakufika apho, uAbraham wenza iqonga lamadini, wabeka iinkuni ezo phezu kwalo, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka phezu kwezo nkuni.