Genesis 22:9 — Compare Translations
3 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bada bafika kulondawo ubemtyele yona utixo; wayesaka kona u‐Abrahame isibingelo, wacwangcisa inkuni, wanxiba u‐Yisake unyana wake, wambeka esibingelweni pezu kwenkuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafika endaweni abemxelele yona uThixo, wakha khona uAbraham isibingelelo, wazicwangcisa iinkuni, wambopha uIsake unyana wakhe, wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafika endaweni abemxelele yona uThixo; yaye uAbraham wakha isibingelelo apho waza walungisa iinkuni waza wabophelela uIsake unyana wakhe waza wambeka esibingelelweni phezu kweenkuni.